2 Izikronike 29:12 XHO75

12 Basuka ke abaLevi, ooMahati unyana ka-Amasayi, noYoweli unyana ka-Azariya, koonyana bamaKohati; nakoonyana bakaMerari, uKishe unyana ka-Abhedi, noAzariya unyana kaYehaleleli; nakumaGershon, uYowa unyana kaZima, noEden unyana kaYowa;

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 29

imbono 2 Izikronike 29:12 kwimeko