2 Izikronike 29:17 XHO75

17 Baqala ukungcwalisa ngomhla wokuqala, ngenyanga yokuqala; ngomhla wesibhozo wenyanga leyo bafika evarandeni kaYehova. Bayingcwalisa ke indlu kaYehova imihla esibhozo, bagqiba ngomhla weshumi elinesithandathu wenyanga yokuqala.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 29

imbono 2 Izikronike 29:17 kwimeko