2 Izikronike 29:27 XHO75

27 Wathi uHezekiya, makunyuswe idini elinyukayo esibingelelweni. Lithe lakuqalwa idini elinyukayo, yaqala ingoma kaYehova namaxilongo, ngokokuhlabela kweempahla zikaDavide ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 29

imbono 2 Izikronike 29:27 kwimeko