2 Izikronike 29:34 XHO75

34 Kodwa ababingeleli babembalwa, ababa nakuwahlinza onke amadini anyukayo; bababambisa ke abazalwana babo abaLevi, wada wagqitywa loo msebenzi, bada bazingcwalisa ababingeleli; ngokuba abaLevi babethe tye ngentliziyo ukuzingcwalisa, kunababingeleli.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 29

imbono 2 Izikronike 29:34 kwimeko