8 Ngoko ke àfikelwa amaYuda neYerusalem buburhalarhume bukaYehova, wawanikela aba yinto yokufeketha, neyokumangalisa, neyomsondlo, njengoko nikubonayo ngamehlo enu.
funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 29
imbono 2 Izikronike 29:8 kwimeko