2 Izikronike 30:1 XHO75

1 Wathumela uHezekiya kuwo onke amaSirayeli namaYuda; kananjalo wabhala iincwadi eziya kumaEfrayim namaManase, ukuba kuziwe endlwini kaYehova eYerusalem, kwenziwe ipasika kuYehova, uThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 30

imbono 2 Izikronike 30:1 kwimeko