2 Izikronike 30:17 XHO75

17 ngokuba babebaninzi ebandleni abe bengazingcwalisanga. AbaLevi bamela ukuxhela ipasika ngenxa yabantu bonke abaziinqambi, ukuba iimvana zingcwaliselwe kuYehova;

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 30

imbono 2 Izikronike 30:17 kwimeko