2 Izikronike 30:5 XHO75

5 Bamisa indawo yokuba lihanjiswe ilizwi kumaSirayeli onke, kuthatyathelwe eBher-shebha, kuse kwaDan, ukuba baze kwenza ipasika kuYehova, uThixo wamaSirayeli, eYerusalem; ngokuba babengayenzanga bebaninzi, njengoko kubhaliweyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 30

imbono 2 Izikronike 30:5 kwimeko