2 Izikronike 32:1 XHO75

1 Emveni kwezi zinto noku kunyanisa, weza uSaneribhe, ukumkani waseAsiriya, walingenela elakwaYuda, wangqinga imizi enqatyisiweyo; wathi uya kuzigqobhozela.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 32

imbono 2 Izikronike 32:1 kwimeko