2 Izikronike 32:24 XHO75

24 Ngezo mini wayesifa uHezekiya, wayeza kufa, wathandaza kuYehova; wathetha naye, wamnika umqondiso.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 32

imbono 2 Izikronike 32:24 kwimeko