2 Izikronike 32:32 XHO75

32 Ezinye izinto zikaHezekiya, nokwenza kwakhe ngenceba, nanko kubhaliwe embonweni kaIsaya unyana ka-Amotsi, umprofeti, encwadini yookumkani bakwaYuda nabakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 32

imbono 2 Izikronike 32:32 kwimeko