2 Izikronike 33:23 XHO75

23 Akazithobanga phambi koYehova, njengoko wazithobayo uManase uyise; ke yena lo Amon walikhulisa ityala.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 33

imbono 2 Izikronike 33:23 kwimeko