2 Izikronike 33:6 XHO75

6 Yena wabacandisa oonyana bakhe emlilweni, emfuleni wakwaBhen-hinom, waba litola, wahlaba izihlabo, wakhafula, wamisa abaneshologu noosiyazi, wakwandisa ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuba amqumbise.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 33

imbono 2 Izikronike 33:6 kwimeko