2 Izikronike 34:4 XHO75

4 Bazidiliza phambi kwakhe izibingelelo zooBhahali,* neentsika zelanga ezibe ziphezu kwazo, wazigawula; ooAshera nemifanekiso eqingqiweyo netyhidiweyo wayaphula, wayicola yaluthuli, wayisasaza phezu kwamangcwaba âbo babebingelele kuyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 34

imbono 2 Izikronike 34:4 kwimeko