2 Izikronike 35:14 XHO75

14 Emveni koko bazilungisela ngokwabo kwanababingeleli; ngokuba ababingeleli, oonyana baka-Aron, babenyusa amadini anyukayo namaqatha, kude kube sebusuku. Ke abaLevi bazilungisela ngokwabo kwanababingeleli, oonyana baka-Aron.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 35

imbono 2 Izikronike 35:14 kwimeko