2 Izikronike 35:7 XHO75

7 UYosiya wabarhumela oonyana babantu, bonke abafunyanwayo khona, impahla emfutshane, iimvana, namatakane eebhokhwe, onke láwo angawepasika, engamawaka amashumi mathathu inani; namawaka amathathu eenkomo. Konke oko kwaphuma kwimfuyo yokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 35

imbono 2 Izikronike 35:7 kwimeko