2 Izikronike 36:21 XHO75

21 ukuba lizaliseke ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya, lide ilizwe lanele ziisabatha zalo; ngayo yonke imihla yokuba senkangala kwalo, laphumla, ukuba kuzaliswe iminyaka emashumi asixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 36

imbono 2 Izikronike 36:21 kwimeko