2 Izikronike 4:3 XHO75

3 Yangumfuziselo wamathangazana ngaphantsi kodini ngeenxa zonke, alujikeleza ngeenxa zonke: alishumi ekubhitini, aluzunguleza ulwandle, yamibini imikrozo yamathangazana, ityhidiwe ekutyhidweni kwalo.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 4

imbono 2 Izikronike 4:3 kwimeko