2 Izikronike 6:33 XHO75

33 yiva ke wena emazulwini, endaweni ohlala kuyo, wenze ngako konke athe wakunqula owolunye uhlanga, ukuze zonke izizwe zehlabathi zilazi igama lakho, zikoyike njengabantu bakho amaSirayeli, zazi ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwa ngegama lakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 6

imbono 2 Izikronike 6:33 kwimeko