2 Izikronike 7:10 XHO75

10 Ngomhla wamashumi mabini anantathu wenyanga yesixhenxe, wabandulula abantu; baya ezintenteni zabo bevuya, bechwayithile, ngenxa yokulunga awakwenzayo uYehova kuDavide, nakuSolomon, nakumaSirayeli abantu bakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 7

imbono 2 Izikronike 7:10 kwimeko