2 Izikronike 8:11 XHO75

11 Ke kaloku uSolomon wayinyusa intombi kaFaro emzini kaDavide, wayisa endlwini abeyakhele; ngokuba ubesithi, Akayi kuhlala umfazi wam endlwini kaDavide, ukumkani wamaSirayeli; ngokuba kungcwele, apho kungené khona ityeya kaYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 8

imbono 2 Izikronike 8:11 kwimeko