2 Izikronike 9:12 XHO75

12 Ke ukumkani uSolomon wamnika ukumkanikazi waseShebha konke ukuthanda kwakhe awakucelayo; kukodwa khona awakuzìsayo kukumkani. Wajika ke waya ezweni lakhe, yena nabakhonzi bakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 9

imbono 2 Izikronike 9:12 kwimeko