2 Izikronike 9:20 XHO75

20 Yonke impahla yokusela yokumkani uSolomon yabe iyeyegolide, nempahla yonke yendlu yehlathi laseLebhanon yabe iyeyegolide ethe shinyi; isilivere ibingento yakwanto ngemihla kaSolomon.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 9

imbono 2 Izikronike 9:20 kwimeko