2 Izikronike 9:9 XHO75

9 Ukumkanikazi wanika ukumkani ikhulu elinamanci amabini eetalente* zegolide, nasebulawini into eninzi kunene, namatye anqabileyo; akuzanga kube sabakho bulawu bungangobo, ukumkanikazi waseShebha wàbunika ukumkani uSolomon.

funda isahluko epheleleyo 2 Izikronike 9

imbono 2 Izikronike 9:9 kwimeko