2 Ookumkani 1:2 XHO75

2 UAhaziya wawa efestileni yegumbi lakhe eliphezulu elikwaSamari, wahliwa kukufa ke; wathuma abathunywa, wathi kubo, Hambani niye kubuzisa kuBhahali-zebhubhi, uthixo wase-Ekron, ukuba ndiya kuphila na kwesi sifo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 1

imbono 2 Ookumkani 1:2 kwimeko