2 Ookumkani 10:21 XHO75

21 UYehu wathumela kumaSirayeli onke; beza bonke abakhonzi bakaBhahali, kwada akwasala namnye ungezanga. Bangena endlwini kaBhahali, bayizalisa indlu kaBhahali, kwathabathela kwelinye icala kwesa kwelinye.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:21 kwimeko