2 Ookumkani 10:29 XHO75

29 kodwa izono zikaYarobheham, unyana kaNebhati, awawonisa amaSirayeli ngazo, uYehu akatyekanga ekuzilandeleni, ezingamathole egolide abeseBheteli nabekwaDan.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:29 kwimeko