2 Ookumkani 10:30 XHO75

30 Wathi uYehova kuYehu, Ngenxa enokuba ulungisile ukwenza okuthe tye emehlweni am, wenza kwindlu ka-Ahabhi njengako konke okusentliziyweni yam: oonyana bakho besizukulwana sesiné baya kukuhlalela etroneni yakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:30 kwimeko