2 Ookumkani 10:9 XHO75

9 Kwathi kusasa waphuma, wema, wathi kubantu bonke, Ningamalungisa; yabonani, mna ndaceba inkosi yam, ndayibulala; ngubani na ke lo uxabele bonke aba?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:9 kwimeko