2 Ookumkani 10:10 XHO75

10 Yazini ke ngoku, ukuba akuyi kuwa phantsi nento yelizwi likaYehova, awalithethayo uYehova ngendlu ka-Ahabhi. UYehova ukwenzile ke oko wakuthethayo ngomkhonzi wakhe uEliya.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:10 kwimeko