2 Ookumkani 11:17 XHO75

17 Wawenza uYehoyada umnqophiso phakathi koYehova nokumkani nabantu, ukuba babe ngabantu bakaYehova; naphakathi kokumkani nabantu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 11

imbono 2 Ookumkani 11:17 kwimeko