2 Ookumkani 11:18 XHO75

18 Baya bonke abantu belizwe endlwini kaBhahali,* bayidiliza; izibingelelo zakhe nemifanekiso yakhe bayiqhekeza kwaphela. Bambulala uMatan, umbingeleli kaBhahali, phambi kwesibingelelo. Umbingeleli wamisa abaveleli endlwini kaYehova.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 11

imbono 2 Ookumkani 11:18 kwimeko