2 Ookumkani 13:10 XHO75

10 Ngomnyaka wamashumi omathathu anesixhenxe kaYowashe ukumkani wakwaYuda, uYehohashe unyana kaYehowahazi waba ngukumkani wamaSirayeli kwaSamari, iminyaka elishumi elinamithandathu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:10 kwimeko