2 Ookumkani 13:11 XHO75

11 Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka kwizono zonke zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli; wasuka wahamba kuzo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:11 kwimeko