2 Ookumkani 13:12 XHO75

12 Ezinye izinto zikaYehohashe, nako konke awakwenzayo, nobukroti bakhe awalwa ngabo noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:12 kwimeko