2 Ookumkani 13:14 XHO75

14 Ke kaloku uElisha wayesifa sisifo awayeza kufa siso. Wehla uYehohashe ukumkani wakwaSirayeli, waya kuye, walila phambi kwakhe, wathi, Bawo, bawo, nqwelo yokulwa yakwaSirayeli nabamahashe bakhe!

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:14 kwimeko