2 Ookumkani 13:25 XHO75

25 Wabuya uYehohashe unyana kaYehowahazi, wayithimba imizi kuBhen-hadade unyana kaHazayeli, awayeyithimbe yena kuYehowahazi uyise ngemfazwe. UYehohashe wamgxotha izihlandlo zazithathu wayibuyisa imizi yakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:25 kwimeko