2 Ookumkani 14:1 XHO75

1 Ngomnyaka wesibini kaYehohashe unyana kaYehowahazi, ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAmatsiya, unyana kaYowashe ukumkani wakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:1 kwimeko