2 Ookumkani 14:23 XHO75

23 Ngomnyaka weshumi elinesihlanu ka-Amatsiya unyana kaYowashe, ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uYarobheham, unyana kaYehohashe ukumkani wakwaSirayeli, kwaSamari, iminyaka yamashumi mané anamnye.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:23 kwimeko