2 Ookumkani 14:24 XHO75

24 Wenza okubi emehlweni kaYehova; akatyeka ezonweni zonke zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:24 kwimeko