2 Ookumkani 14:25 XHO75

25 Yena wawubuyisa umda wakwaSirayeli: wathabathela ekungeneni kweHamati, wesa kulwandle lweArabha, ngokwelizwi likaYehova uThixo wakwaSirayeli, awalithethayo ngomkhonzi wakhe uYona unyana ka-Amitayi, umprofeti waseGati-hefere.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:25 kwimeko