2 Ookumkani 14:28 XHO75

28 Ezinye izinto zikaYarobheham nako konke awakwenzayo, nobukroti bakhe awalwa ngabo, awayibuyisela ngabo iDamasko neHamati yakwaYuda kumaSirayeli, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:28 kwimeko