2 Ookumkani 14:29 XHO75

29 Walala uYarobheham kooyise, kookumkani bakwaSirayeli; uZekariya, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:29 kwimeko