1 Ngomnyaka weshumi elinesixhenxe kaPeka unyana kaRemaliya, waba ngukumkani uAhazi, unyana kaYotam, ukumkani wakwaYuda.
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16
imbono 2 Ookumkani 16:1 kwimeko