2 Ookumkani 16:2 XHO75

2 UAhazi ubeminyaka imashumi mabini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe. Waba neminyaka elishumi linamithandathu engukumkani eYerusalem.Akakwenza okuthe tye emehlweni kaYehova uThixo wakhe, njengoDavide uyise.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16

imbono 2 Ookumkani 16:2 kwimeko