2 Ookumkani 16:3 XHO75

3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli; kananjalo wamcandisa emlilweni unyana wakhe, ngokwamasikizi eentlanga, awazigqogqayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16

imbono 2 Ookumkani 16:3 kwimeko