2 Ookumkani 16:7 XHO75

7 Wathumela abathunywa uAhazi kuTigelate-pilezere ukumkani waseAsiriya, wathi, Ndingumkhonzi wakho, ndingunyana wakho; nyuka uze kundisindisa esandleni sokumkani wakwa-Aram, nasesandleni sokumkani wakwaSirayeli, abandivunukeleyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 16

imbono 2 Ookumkani 16:7 kwimeko