2 Ookumkani 17:15 XHO75

15 Bayicekisa imimiselo yakhe, nomnqophiso wakhe awawenzayo nooyise babo, nezingqino zakhe awazingqinayo kubo; balandela izinto ezingento, baba ziinto ezingento, balandelana neentlanga ezibangqongileyo, awayebawisele umthetho uYehova ngazo, ukuba bangenzi njengazo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:15 kwimeko