2 Ookumkani 17:16 XHO75

16 Bayishiya yonke imithetho kaYehova uThixo wabo, bazenzela umfanekiso otyhidiweyo, amathole amabini, benza uAshera, baqubuda kumkhosi wonke wezulu, bakhonza uBhahali.*

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:16 kwimeko