2 Ookumkani 17:23 XHO75

23 wada uYehova wawasusa amaSirayeli ebusweni bakhe, njengoko wakuthethayo ngabakhonzi bakhe bonke, abaprofeti. Afuduswa ke amaSirayeli emhlabeni wawo, asiwa eAsiriya, unanamhla.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 17

imbono 2 Ookumkani 17:23 kwimeko